Levitikus 22:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa ukuba intombi yombingeleli ithe yaba ngumhlolokazi okanye yaqhawula umtshato ingazalanga, yaza yabuyela endlwini kayise njengasebutsheni bayo,+ ingadla esonkeni sikayise;+ kodwa owasemzini makangadli konke konke kuso.
13 Kodwa ukuba intombi yombingeleli ithe yaba ngumhlolokazi okanye yaqhawula umtshato ingazalanga, yaza yabuyela endlwini kayise njengasebutsheni bayo,+ ingadla esonkeni sikayise;+ kodwa owasemzini makangadli konke konke kuso.