Luka 16:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Umntu othembekileyo kokona kuncinane uthembekile nakokukhulu, nomntu ongelolungisa kokona kuncinane akalolungisa nakokukhulu.+ Luka 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko wathi kulo, ‘Wenze kakuhle, khoboka elilungileyo! Ngenxa yokuba ubuthembekile kokuncinane kakhulu, yiba negunya phezu kwezixeko ezilishumi.’+
10 Umntu othembekileyo kokona kuncinane uthembekile nakokukhulu, nomntu ongelolungisa kokona kuncinane akalolungisa nakokukhulu.+
17 Ngoko wathi kulo, ‘Wenze kakuhle, khoboka elilungileyo! Ngenxa yokuba ubuthembekile kokuncinane kakhulu, yiba negunya phezu kwezixeko ezilishumi.’+