Genesis 41:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Bamcaphukisa uFaro abakhonzi bakhe.+ Ngoko wandiphosa entolongweni, endlwini yentloko yamafanankosi,+ mna nentloko yababhaki. IMizekeliso 16:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Umsindo kakumkani uthetha abathunywa bokufa,+ kodwa umntu osisilumko uyawunqanda.+ IMizekeliso 19:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Umsindo wokumkani unjengokubhavuma kwengonyama entsha enesingci,+ kodwa inkoliseko yakhe injengombethe phezu kotyani.+
10 Bamcaphukisa uFaro abakhonzi bakhe.+ Ngoko wandiphosa entolongweni, endlwini yentloko yamafanankosi,+ mna nentloko yababhaki.
12 Umsindo wokumkani unjengokubhavuma kwengonyama entsha enesingci,+ kodwa inkoliseko yakhe injengombethe phezu kotyani.+