Genesis 37:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Noko ke, amaMidiyan amthengisa eYiputa kuPotifare igosa lenkundla likaFaro,+ intloko yamafanankosi.+ Genesis 40:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko wabaphosa entolongweni, endlwini yentloko yamafanankosi,+ endlwini yentolongo,+ ndawo leyo uYosefu wayelibanjwa kuyo.
36 Noko ke, amaMidiyan amthengisa eYiputa kuPotifare igosa lenkundla likaFaro,+ intloko yamafanankosi.+
3 Ngoko wabaphosa entolongweni, endlwini yentloko yamafanankosi,+ endlwini yentolongo,+ ndawo leyo uYosefu wayelibanjwa kuyo.