Genesis 39:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngoko inkosi kaYosefu yamthabatha yamfaka endlwini yentolongo, ndawo leyo ayevalelwa kuyo amabanjwa okumkani, waza wahlala apho endlwini yentolongo.+ INdumiso 105:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Bazixhwalekisa iinyawo zakhe ngamakhamandela,+Umphefumlo wakhe waba sezintsimbini;+
20 Ngoko inkosi kaYosefu yamthabatha yamfaka endlwini yentolongo, ndawo leyo ayevalelwa kuyo amabanjwa okumkani, waza wahlala apho endlwini yentolongo.+