Estere 10:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba uMordekayi umYuda wayengowesibini+ kuKumkani uAhaswerosi kwaye wayemkhulu phakathi kwamaYuda yaye uninzi lwabazalwana bakhe lwalukholiswa nguye, esebenzela ukulungelwa kwabantu bakowabo ethetha uxolo+ kuyo yonke inzala yabo. Daniyeli 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wasuka uDaniyeli wongama+ ngaphezu kwamanye amagosa aphakamileyo namabamba, njengoko wayenomoya ongaqhelekanga;+ kangangokuba ukumkani wazimisela ukumphakamisa ongamele bonke ubukumkani.
3 Kuba uMordekayi umYuda wayengowesibini+ kuKumkani uAhaswerosi kwaye wayemkhulu phakathi kwamaYuda yaye uninzi lwabazalwana bakhe lwalukholiswa nguye, esebenzela ukulungelwa kwabantu bakowabo ethetha uxolo+ kuyo yonke inzala yabo.
3 Wasuka uDaniyeli wongama+ ngaphezu kwamanye amagosa aphakamileyo namabamba, njengoko wayenomoya ongaqhelekanga;+ kangangokuba ukumkani wazimisela ukumphakamisa ongamele bonke ubukumkani.