Genesis 45:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Wanika ngamnye wabo ingubo yokwaleka yokutshintsha,+ kodwa yena uBhenjamin wamnika amakhulu amathathu amaqhosha esilivere neengubo zokwaleka zokutshintsha ezintlanu.+ Mateyu 20:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Akukho mthethweni na ngam ukuba ndenze oko ndikufunayo ngezinto zam? Okanye ngaba iliso lakho lingendawo+ ngenxa yokuba ndilungile?’+
22 Wanika ngamnye wabo ingubo yokwaleka yokutshintsha,+ kodwa yena uBhenjamin wamnika amakhulu amathathu amaqhosha esilivere neengubo zokwaleka zokutshintsha ezintlanu.+
15 Akukho mthethweni na ngam ukuba ndenze oko ndikufunayo ngezinto zam? Okanye ngaba iliso lakho lingendawo+ ngenxa yokuba ndilungile?’+