Genesis 46:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Wandula ke uYosefu wathi kubantakwabo nakwindlu kayise: “Makhe ndinyuke ndiye kuxelela uFaro, ndithi kuye,+ ‘Abantakwethu nabendlu kabawo, ababesezweni lakwaKanan bafikile.+
31 Wandula ke uYosefu wathi kubantakwabo nakwindlu kayise: “Makhe ndinyuke ndiye kuxelela uFaro, ndithi kuye,+ ‘Abantakwethu nabendlu kabawo, ababesezweni lakwaKanan bafikile.+