Genesis 45:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Uya kuhlala ezweni laseGoshen,+ ube kufuphi nam, wena noonyana bakho, noonyana boonyana bakho, nemihlambi yakho yezimvu kwanemihlambi yakho yeenkomo, nento yonke onayo. Eksodus 8:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Yaye ngaloo mini ndiya kuthi ngokuqinisekileyo ndilenze lahluke ilizwe laseGoshen abemi kulo abantu bam, ngokuthi kungabikho zibawu khona;+ ukuze nazi ukuba ndinguYehova phakathi komhlaba.+
10 Uya kuhlala ezweni laseGoshen,+ ube kufuphi nam, wena noonyana bakho, noonyana boonyana bakho, nemihlambi yakho yezimvu kwanemihlambi yakho yeenkomo, nento yonke onayo.
22 Yaye ngaloo mini ndiya kuthi ngokuqinisekileyo ndilenze lahluke ilizwe laseGoshen abemi kulo abantu bam, ngokuthi kungabikho zibawu khona;+ ukuze nazi ukuba ndinguYehova phakathi komhlaba.+