Genesis 46:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Nize nithi, ‘Abakhonzi bakho bebengabafuyi bemfuyo ukususela ebutsheni bethu kude kube ngoku, thina nookhokho bethu,’+ ukuze nihlale ezweni laseGoshen,+ kuba wonke umalusi wezimvu uyacekiseka eYiputa.”+ Genesis 47:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Ngako oko uYosefu waya kumxelela uFaro, wathi:+ “Ufikile ubawo nabantakwethu nemihlambi yabo yezimvu nemihlambi yabo yeenkomo nako konke abanako, bevela ezweni lakwaKanan, yaye ngoku baphaya ezweni laseGoshen.”+ Eksodus 8:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Yaye ngaloo mini ndiya kuthi ngokuqinisekileyo ndilenze lahluke ilizwe laseGoshen abemi kulo abantu bam, ngokuthi kungabikho zibawu khona;+ ukuze nazi ukuba ndinguYehova phakathi komhlaba.+ Eksodus 9:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Lilizwe laseGoshen kuphela elingazange libe nasichotho, apho kwakukho oonyana bakaSirayeli.+
34 Nize nithi, ‘Abakhonzi bakho bebengabafuyi bemfuyo ukususela ebutsheni bethu kude kube ngoku, thina nookhokho bethu,’+ ukuze nihlale ezweni laseGoshen,+ kuba wonke umalusi wezimvu uyacekiseka eYiputa.”+
47 Ngako oko uYosefu waya kumxelela uFaro, wathi:+ “Ufikile ubawo nabantakwethu nemihlambi yabo yezimvu nemihlambi yabo yeenkomo nako konke abanako, bevela ezweni lakwaKanan, yaye ngoku baphaya ezweni laseGoshen.”+
22 Yaye ngaloo mini ndiya kuthi ngokuqinisekileyo ndilenze lahluke ilizwe laseGoshen abemi kulo abantu bam, ngokuthi kungabikho zibawu khona;+ ukuze nazi ukuba ndinguYehova phakathi komhlaba.+