IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 15:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Waza wathi kuAbram: “Yazi ngokuqinisekileyo ke ukuba imbewu yakho iya kuba ngumphambukeli ezweni elingelolayo,+ yaye iya kubakhonza, baze bona bayixhwalekise ngokuqinisekileyo iminyaka emakhulu mane.+

  • Duteronomi 26:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Uze uphendule ke uthi phambi koYehova uThixo wakho, ‘Ubawo wayengumSiriya otshabalalayo;+ wehla waya eYiputa+ wahlala khona njengomphambukeli enabantu abambalwa kakhulu ngenani;+ kodwa waba luhlanga olukhulu apho, olunamandla nolunabantu abaninzi.+

  • INdumiso 105:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 USirayeli weza eYiputa,+

      NoYakobi waba ngumphambukeli kwilizwe lakwaHam.+

  • Isaya 52:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuba itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ekuqaleni abantu bam behla baya eYiputa ukuze bahlale apho njengabaphambukeli;+ yaza iAsiriya yabacinezela ngaphandle kwesizathu.”

  • IZenzo 7:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngaphezu koko, uThixo wathetha ngokusingisele koku, okokuba imbewu yakhe yayiya kuba ngabaphambukeli+ kwilizwe lasemzini+ yaye abantu babeya kuyikhobokisa baze bayixhwalekise kangangeminyaka engamakhulu amane.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share