Levitikus 18:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “‘Ubuze bomkayihlo uze ungabutyhili.+ Bubuze bukayihlo obo. Duteronomi 27:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “‘Uqalekisiwe olala nomfazi kayise, ngokuba utyhila umbhinqo kayise.’+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’) 1 Korinte 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Okunene kukho ingxelo engohenyuzo+ oluphakathi kwenu, henyuzo olo olungekho naphakathi kweentlanga, olokuba umntu abe nomfazi kayise.+
20 “‘Uqalekisiwe olala nomfazi kayise, ngokuba utyhila umbhinqo kayise.’+ (Bathi bonke abantu, ‘Amen!’)
5 Okunene kukho ingxelo engohenyuzo+ oluphakathi kwenu, henyuzo olo olungekho naphakathi kweentlanga, olokuba umntu abe nomfazi kayise.+