Genesis 23:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye emva koko uAbraham wamngcwaba uSara umfazi wakhe kumqolomba wentsimi yaseMakaphela ephambi kweMamre, oko kukuthi, iHebron, ezweni lakwaKanan.+ Genesis 25:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ntsimi leyo wayithengayo uAbraham koonyana bakaHeti. Wangcwatyelwa khona uAbraham, kwanoSara umfazi wakhe.+
19 Yaye emva koko uAbraham wamngcwaba uSara umfazi wakhe kumqolomba wentsimi yaseMakaphela ephambi kweMamre, oko kukuthi, iHebron, ezweni lakwaKanan.+
10 ntsimi leyo wayithengayo uAbraham koonyana bakaHeti. Wangcwatyelwa khona uAbraham, kwanoSara umfazi wakhe.+