Genesis 25:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ntsimi leyo wayithengayo uAbraham koonyana bakaHeti. Wangcwatyelwa khona uAbraham, kwanoSara umfazi wakhe.+ Genesis 50:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngoko oonyana bakhe bamthwalela ezweni lakwaKanan baza bamngcwaba emqolombeni wentsimi yaseMakaphela ephambi kweMamre,+ ntsimi leyo wayithengayo uAbraham kuEfron umHiti, ukuze ibe yindawo yokungcwaba.
10 ntsimi leyo wayithengayo uAbraham koonyana bakaHeti. Wangcwatyelwa khona uAbraham, kwanoSara umfazi wakhe.+
13 Ngoko oonyana bakhe bamthwalela ezweni lakwaKanan baza bamngcwaba emqolombeni wentsimi yaseMakaphela ephambi kweMamre,+ ntsimi leyo wayithengayo uAbraham kuEfron umHiti, ukuze ibe yindawo yokungcwaba.