Genesis 35:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Emva koko wabhubha uIsake, wafa, waza wahlanganiselwa kubantu bakowabo, aluphele yaye anelisekile ziintsuku,+ baza uEsawu noYakobi oonyana bakhe bamngcwaba.+
29 Emva koko wabhubha uIsake, wafa, waza wahlanganiselwa kubantu bakowabo, aluphele yaye anelisekile ziintsuku,+ baza uEsawu noYakobi oonyana bakhe bamngcwaba.+