Genesis 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wasenza ke uThixo isibhakabhaka waza wawahlula amanzi angaphantsi kwesibhakabhaka kumanzi angaphezu kwesibhakabhaka.+ Kwaza kwaba njalo. Genesis 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UNowa waye eneminyaka engamakhulu amathandathu ubudala ekufikeni kukanogumbe wamanzi emhlabeni.+ Mateyu 24:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 kwaye abazange banikele ngqalelo de wafika umkhukula waza wabatshayela bonke,+ nobukho boNyana womntu buya kuba njalo. 2 Petros 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 engazange ayeke nokohlwaya ihlabathi lamandulo,+ kodwa wagcina uNowa, umshumayeli wobulungisa+ ekhuselekile kunye nabanye abasixhenxe+ xa wazisa unogumbe+ phezu kwehlabathi labantu abangenabuthixo;
7 Wasenza ke uThixo isibhakabhaka waza wawahlula amanzi angaphantsi kwesibhakabhaka kumanzi angaphezu kwesibhakabhaka.+ Kwaza kwaba njalo.
39 kwaye abazange banikele ngqalelo de wafika umkhukula waza wabatshayela bonke,+ nobukho boNyana womntu buya kuba njalo.
5 engazange ayeke nokohlwaya ihlabathi lamandulo,+ kodwa wagcina uNowa, umshumayeli wobulungisa+ ekhuselekile kunye nabanye abasixhenxe+ xa wazisa unogumbe+ phezu kwehlabathi labantu abangenabuthixo;