Eksodus 40:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Wenza ke uMoses njengako konke awamyalela kona uYehova.+ Wenza kanye njengoko. Hebhere 11:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngokholo uNowa,+ emva kokunikwa isilumkiso sobuthixo sezinto ezingekabonwa,+ wabonisa uloyiko lobuthixo waza wakha umkhombe+ wokusindisa indlu yakhe; yaye ngalo olo kholo waligwebela isohlwayo ihlabathi,+ waza waba yindlalifa yobulungisa+ bokholo. 1 Yohane 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba ukumthanda+ uThixo kuko ukuthi, siyigcine imiyalelo yakhe;+ kwaye ayinzima imiyalelo yakhe,+
7 Ngokholo uNowa,+ emva kokunikwa isilumkiso sobuthixo sezinto ezingekabonwa,+ wabonisa uloyiko lobuthixo waza wakha umkhombe+ wokusindisa indlu yakhe; yaye ngalo olo kholo waligwebela isohlwayo ihlabathi,+ waza waba yindlalifa yobulungisa+ bokholo.