IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 12:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngokunxaxha kwemilebe umntu onobubi uyarhintyelwa,+ kodwa ilungisa liyaphuma embandezelweni.+

  • IMizekeliso 17:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ogubungela ukunxaxha ufuna uthando,+ yaye oqhubeka ethetha ngombandela wahlukanisa abazanayo.+

  • Efese 5:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Uhenyuzo+ nako konke ukungahlambuluki nokubawa+ makungakhe kukhankanywe kwaukukhankanywa phakathi kwenu,+ kanye njengoko kubafaneleyo abantu abangcwele;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share