IMizekeliso 10:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Intiyo ixhokonxa usukuzwano,+ kodwa uthando lugubungela konke ukunxaxha.+ 1 Petros 4:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngaphezu kwezinto zonke, yibani nothando olunzulu omnye ngomnye,+ kuba uthando lugubungela inkitha yezono.+
8 Ngaphezu kwezinto zonke, yibani nothando olunzulu omnye ngomnye,+ kuba uthando lugubungela inkitha yezono.+