1 Korinte 13:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Uthando aluze lutshitshe.+ Kodwa enoba kukho iziphiwo zokuprofeta, ziya kubhangiswa; enoba kukho iilwimi, ziya kuphela; enoba kukho ulwazi, luya kubhangiswa.+ Kolose 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ke, phezu kwazo zonke ezi zinto, yambathani uthando,+ kuba lungumxokelelwane ogqibeleleyo womanyano.+
8 Uthando aluze lutshitshe.+ Kodwa enoba kukho iziphiwo zokuprofeta, ziya kubhangiswa; enoba kukho iilwimi, ziya kuphela; enoba kukho ulwazi, luya kubhangiswa.+
14 Ke, phezu kwazo zonke ezi zinto, yambathani uthando,+ kuba lungumxokelelwane ogqibeleleyo womanyano.+