IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 13:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngoko uLote wawaphakamisa amehlo akhe waza wasibona iSithili saseYordan+ siphela, ukuba sonke sasingummandla onamanzi amaninzi ngaphambi kokuba uYehova ayonakalise iSodom neGomora, sinjengomyezo kaYehova,+ sinjengelizwe laseYiputa ukuya kufikelela eTsoware.+

  • Yeremiya 45:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kodwa wena ke, uyaqhubeka uzifunela izinto ezinkulu.+ Musa ukuqhubeka uzifuna.”’+

      “‘Kuba yabona, ndiyizisela intlekele inyama yonke,’+ utsho uYehova, ‘yaye ndiza kukunika umphefumlo wakho ube lixhoba kuzo zonke iindawo osenokuya kuzo.’”+

  • Yeremiya 51:50
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 50 “Nina enisindileyo ekreleni, qhubekani nihamba. Musani ukuma ngxi.+ Mkhumbuleni uYehova nisekude,+ yaye ngamana iYerusalem ingathi qatha entliziyweni yenu.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share