IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 13:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngoko uLote wawaphakamisa amehlo akhe waza wasibona iSithili saseYordan+ siphela, ukuba sonke sasingummandla onamanzi amaninzi ngaphambi kokuba uYehova ayonakalise iSodom neGomora, sinjengomyezo kaYehova,+ sinjengelizwe laseYiputa ukuya kufikelela eTsoware.+

  • INdumiso 107:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Ilizwe elineziqhamo libe leletyuwa,+

      Ngenxa yobubi babo bahlala kulo.

  • Yeremiya 49:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kanye njengasekubhukuqweni kweSodom neGomora needolophu ezimelene nayo,”+ utsho uYehova, “akukho mntu uya kuhlala apho, yaye akukho nyana womntu uya kuhlala apho njengomphambukeli.+

  • Zefaniya 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ngoko ke, ndiphila nje,”+ utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, “uMowabhi uya kuba kanye njengeSodom,+ noonyana baka-Amoni+ njengeGomora, indawo yamarhawu, nomhadi wetyuwa, nenkangala ephanzileyo, ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Abaseleyo ebantwini bam baya kubaphanga, nentsalela yohlanga lwam iya kubathabatha babe ngabayo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share