IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 20:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Yaye uAbraham wenza isikhungo kuTHIXO oyinyaniso;+ uThixo ke wamphilisa uAbhimeleki nomfazi wakhe namakhobokazana akhe, baza baqalisa ukuzala abantwana.

  • Genesis 26:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Bathi ke bona: “Sibonile ukuba ngaphandle kwamathandabuzo uYehova unawe.+ Ngoko ke sathi, ‘Makubekho isifungo sokuzibophelela phakathi kwethu,+ phakathi kwakho nathi, senze umnqophiso nawe,+

  • Roma 8:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+

  • 1 Korinte 14:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 zibonakaliswe iimfihlelo zentliziyo yakhe,+ aze awe ngobuso, anqule uThixo, evakalisa esithi: “Ngokwenene uThixo uphakathi kwenu.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share