Genesis 31:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Le mfumba ilingqina, nale ntsika inikela ubungqina,+ bokuba andiyi kudlula kule mfumba ngokunxamnye nawe yaye nawe akuyi kudlula kule mfumba nakule ntsika ngokunxamnye nam ukuze senzakalisane.+
52 Le mfumba ilingqina, nale ntsika inikela ubungqina,+ bokuba andiyi kudlula kule mfumba ngokunxamnye nawe yaye nawe akuyi kudlula kule mfumba nakule ntsika ngokunxamnye nam ukuze senzakalisane.+