Genesis 17:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wathi uThixo: “Eneneni uSara umfazi wakho uya kukuzalela unyana, yaye uze umthiye igama elinguIsake.+ Ndiza kuwumisa naye umnqophiso wam, ube ngumnqophiso wexesha elingenammiselo kwimbewu yakhe emva kwakhe.+ Yoshuwa 24:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “‘Ekuhambeni kwexesha ndamthabatha ukhokho wenu uAbraham+ ngaphesheya koMlambo+ ndamhambisa kulo lonke ilizwe lakwaKanan ndaza ndayenza ninzi imbewu yakhe.+ Ngoko ndamnika uIsake.+ Roma 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ingengabo nabo bonke abangabantwana+ ngenxa nje yokuba beyimbewu ka-Abraham, kodwa kwathiwa: “Oko kuya kubizwa ngokuba ‘yimbewu yakho’ kuya kuba ngoIsake.”+
19 Wathi uThixo: “Eneneni uSara umfazi wakho uya kukuzalela unyana, yaye uze umthiye igama elinguIsake.+ Ndiza kuwumisa naye umnqophiso wam, ube ngumnqophiso wexesha elingenammiselo kwimbewu yakhe emva kwakhe.+
3 “‘Ekuhambeni kwexesha ndamthabatha ukhokho wenu uAbraham+ ngaphesheya koMlambo+ ndamhambisa kulo lonke ilizwe lakwaKanan ndaza ndayenza ninzi imbewu yakhe.+ Ngoko ndamnika uIsake.+
7 Ingengabo nabo bonke abangabantwana+ ngenxa nje yokuba beyimbewu ka-Abraham, kodwa kwathiwa: “Oko kuya kubizwa ngokuba ‘yimbewu yakho’ kuya kuba ngoIsake.”+