Duteronomi 22:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Ke ukuba oku kungqineke kuyinyaniso, abafumaneka ubungqina bobunyulu bentombazana leyo,+ 2 Korinte 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba ndiyanikhweletela ngekhwele lobuthixo,+ kuba ngokobuqu ndanithembisa ukunitshatisela+ kwindoda enye+ ukuze ndininikele ninjengentombi enyulu+ kuKRISTU.+
2 Kuba ndiyanikhweletela ngekhwele lobuthixo,+ kuba ngokobuqu ndanithembisa ukunitshatisela+ kwindoda enye+ ukuze ndininikele ninjengentombi enyulu+ kuKRISTU.+