Eksodus 36:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ekugqibeleni wenza amagwegwe egolide angamashumi amahlanu waza wawahlanganisa amalaphu entente elinye kwelinye ngamagwegwe lawo, yaba ngumnquba omnye.+
13 Ekugqibeleni wenza amagwegwe egolide angamashumi amahlanu waza wawahlanganisa amalaphu entente elinye kwelinye ngamagwegwe lawo, yaba ngumnquba omnye.+