Eksodus 26:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wenze namagwegwe egolide angamashumi amahlanu uze uwahlanganise amalaphu entente elinye kwelinye ngamagwegwe lawo, ibe ngumnquba omnye.+ Hebhere 8:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 kodwa abo bantu banikela inkonzo engcwele eyintsobi+ nesithunzi+ sezinto zasezulwini; kanye njengokuba uMoses, xa wayesele eza kuyigqiba intente,+ wanikwa umyalelo wobuthixo:+ Kuba uthi: “Uze uqinisekise ukuba zonke izinto uzenza ngokomfanekiselo wazo owawuboniswayo entabeni.”+ Hebhere 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yona kanye le ntente ingumzekeliso+ wexesha elimisiweyo elilapha ngoku,+ yaye ngokuvumelana nayo kunikelwa izipho nemibingelelo.+ Noko ke, zona ezi azikwazi kumenza agqibelele+ ngokuphathelele isazela sakhe+ umntu owenza inkonzo engcwele,
6 Wenze namagwegwe egolide angamashumi amahlanu uze uwahlanganise amalaphu entente elinye kwelinye ngamagwegwe lawo, ibe ngumnquba omnye.+
5 kodwa abo bantu banikela inkonzo engcwele eyintsobi+ nesithunzi+ sezinto zasezulwini; kanye njengokuba uMoses, xa wayesele eza kuyigqiba intente,+ wanikwa umyalelo wobuthixo:+ Kuba uthi: “Uze uqinisekise ukuba zonke izinto uzenza ngokomfanekiselo wazo owawuboniswayo entabeni.”+
9 Yona kanye le ntente ingumzekeliso+ wexesha elimisiweyo elilapha ngoku,+ yaye ngokuvumelana nayo kunikelwa izipho nemibingelelo.+ Noko ke, zona ezi azikwazi kumenza agqibelele+ ngokuphathelele isazela sakhe+ umntu owenza inkonzo engcwele,