Eksodus 36:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ekugqibeleni wenza amagwegwe egolide angamashumi amahlanu waza wawahlanganisa amalaphu entente elinye kwelinye ngamagwegwe lawo, yaba ngumnquba omnye.+ Eksodus 39:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Bawuzisa umnquba+ kuMoses, intente+ nempahla yayo yonke,+ amagwegwe ayo,+ amanqwanqwa ayo amaplanga,+ imivalo yayo+ neentsika zayo neziseko zayo,+ Hebhere 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Yona kanye le ntente ingumzekeliso+ wexesha elimisiweyo elilapha ngoku,+ yaye ngokuvumelana nayo kunikelwa izipho nemibingelelo.+ Noko ke, zona ezi azikwazi kumenza agqibelele+ ngokuphathelele isazela sakhe+ umntu owenza inkonzo engcwele,
13 Ekugqibeleni wenza amagwegwe egolide angamashumi amahlanu waza wawahlanganisa amalaphu entente elinye kwelinye ngamagwegwe lawo, yaba ngumnquba omnye.+
33 Bawuzisa umnquba+ kuMoses, intente+ nempahla yayo yonke,+ amagwegwe ayo,+ amanqwanqwa ayo amaplanga,+ imivalo yayo+ neentsika zayo neziseko zayo,+
9 Yona kanye le ntente ingumzekeliso+ wexesha elimisiweyo elilapha ngoku,+ yaye ngokuvumelana nayo kunikelwa izipho nemibingelelo.+ Noko ke, zona ezi azikwazi kumenza agqibelele+ ngokuphathelele isazela sakhe+ umntu owenza inkonzo engcwele,