24 Wenza neziseko zesilivere ezingamashumi amane phantsi kwamanqwanqwa amaplanga angamashumi amabini, yaba ziziseko ezibini phantsi kwenqwanqwa lamaplanga ngalinye lineempondlo zalo ezimbini neziseko ezibini ngaphantsi kwelinye inqwanqwa lamaplanga nalo elikwaneempondlo ezimbini.+