INdumiso 33:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Lunoyolo uhlanga oluThixo walo unguYehova,+Abantu abanyule njengelifa lakhe.+ INdumiso 94:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba uYehova akayi kubashiya abantu bakhe,+Engayi kulishiya nelifa lakhe.+