IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 3:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ke kaloku uMoses waba ngumalusi womhlambi kaYitro,+ umbingeleli wakwaMidiyan, awayengumkhwenyana wakhe.+ Ngoxa wayeqhubela umhlambi ngakwicala elingasentshona lentlango, wada wafika entabeni yoTHIXO oyinyaniso,+ eHorebhe.+

  • Eksodus 20:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Baye bonke abantu bezibona iindudumo nemibane nesandi sesigodlo nentaba eqhumayo. Bakukubona oko abantu, bagubha baza bamela mgama.+

  • Eksodus 24:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ubuqaqawuli bukaYehova+ bahlala phezu kweNtaba yeSinayi,+ laza ilifu layigubungela iintsuku ezintandathu. Ethubeni wambiza uMoses ngosuku lwesixhenxe ephakathi efini.+

  • 1 Kumkani 19:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngoko wavuka waza wadla wasela, kwaye womelezwa ngamandla eso sondlo iintsuku ezingamashumi amane+ nobusuku obungamashumi amane ukuya kufikelela entabeni yoTHIXO oyinyaniso, eHorebhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share