IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yoshuwa 2:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba siyivile indlela uYehova awawomisa ngayo amanzi oLwandle Olubomvu phambi kwenu ekuphumeni kwenu eYiputa,+ noko nakwenzayo kookumkani ababini bama-Amori ababengaphesheya kweYordan, uSihon+ no-Ogi,+ enabatshabalalisayo.+

  • 1 Kronike 16:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Balisani ngozuko lwakhe phakathi kweentlanga,

      Phakathi kwezizwana zonke izenzo zakhe ezimangalisayo.

  • Isaya 63:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Lowo uhambisa ingalo Yakhe entle+ ngasesandleni sasekunene sikaMoses; Lowo wahlukanisa amanzi phambi kwabo+ ukuze azenzele igama elihlala ngokungenammiselo;+

  • Malaki 1:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Kuba ukususela ekuphumeni kwelanga kuse ekutshoneni kwalo igama lam liya kuba likhulu phakathi kweentlanga,+ nasezindaweni zonke kuya kuqhunyiswa umbingelelo,+ kuya kwenziwa umnikelo egameni lam, ube sisipho esihlambulukileyo;+ ngenxa yokuba igama lam liya kuba likhulu phakathi kweentlanga,”+ utsho uYehova wemikhosi.

  • Roma 9:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kuba iSibhalo sithi kuFaro: “Ndikuyekile ukuba uhlale, ukuze ndiwabonakalise ngawe amandla am, nokuze igama lam livakaliswe kuwo wonke umhlaba.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share