Duteronomi 31:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Uze ubahlanganise abantu,+ amadoda nabafazi nabantwana nomphambukeli wakho osemasangweni akho, ukuze baphulaphule nokuze bafunde,+ bamoyike uYehova uThixo wenu,+ bakunyamekele ukuwenza onke amazwi alo mthetho. INdumiso 148:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Nina bafana+ kwanani zintombi ezinyulu,+Nina madoda amakhulu+ kunye namakhwenkwe.+
12 Uze ubahlanganise abantu,+ amadoda nabafazi nabantwana nomphambukeli wakho osemasangweni akho, ukuze baphulaphule nokuze bafunde,+ bamoyike uYehova uThixo wenu,+ bakunyamekele ukuwenza onke amazwi alo mthetho.