Eksodus 13:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Uze umxelele unyana wakho ngaloo mini, uthi, ‘Oku kungenxa yoko uYehova wakwenzayo kum ekuphumeni kwam eYiputa.’+ Duteronomi 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 uze uwabethelele kunyana wakho+ yaye uthethe ngawo ekuhlaleni kwakho endlwini yakho, nasekuhambeni kwakho ngendlela, nasekulaleni kwakho,+ nasekuvukeni kwakho. Yoshuwa 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 ukuze oku kube ngumqondiso phakathi kwenu.+ Ukuba kunokwenzeka oonyana benu babuze kwixesha elizayo, bathi, ‘Kutheni ninala matye nje?’+ INdumiso 78:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ukuze isizukulwana esizayo, oonyana ababeza kuzalwa, bazazi,+Ukuze baphakame baze bazibalisele ababo oonyana,+ INdumiso 145:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Izizukulwana ngezizukulwana ziya kuyincoma imisebenzi yakho,+Ziya kuzixela izenzo zakho zamandla.+ Efese 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Nani, boyise, musani ukubacaphukisa abantwana benu,+ kodwa qhubekani nibakhulisela+ kwingqeqesho+ nasekweyiselweni kwengqondo+ kuYehova.
8 Uze umxelele unyana wakho ngaloo mini, uthi, ‘Oku kungenxa yoko uYehova wakwenzayo kum ekuphumeni kwam eYiputa.’+
7 uze uwabethelele kunyana wakho+ yaye uthethe ngawo ekuhlaleni kwakho endlwini yakho, nasekuhambeni kwakho ngendlela, nasekulaleni kwakho,+ nasekuvukeni kwakho.
6 ukuze oku kube ngumqondiso phakathi kwenu.+ Ukuba kunokwenzeka oonyana benu babuze kwixesha elizayo, bathi, ‘Kutheni ninala matye nje?’+
6 Ukuze isizukulwana esizayo, oonyana ababeza kuzalwa, bazazi,+Ukuze baphakame baze bazibalisele ababo oonyana,+ INdumiso 145:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Izizukulwana ngezizukulwana ziya kuyincoma imisebenzi yakho,+Ziya kuzixela izenzo zakho zamandla.+ Efese 6:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Nani, boyise, musani ukubacaphukisa abantwana benu,+ kodwa qhubekani nibakhulisela+ kwingqeqesho+ nasekweyiselweni kwengqondo+ kuYehova.
4 Nani, boyise, musani ukubacaphukisa abantwana benu,+ kodwa qhubekani nibakhulisela+ kwingqeqesho+ nasekweyiselweni kwengqondo+ kuYehova.