Eksodus 14:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kamva waxelelwa ukumkani waseYiputa ukuba abantu babalekile. Yatshintsha ngoko nangoko intliziyo kaFaro neyabakhonzi bakhe ngokubhekisele kwabo bantu,+ baza bathi: “Siyenzele ntoni na le nto, yokusuka simndulule uSirayeli ebukhobokeni+ bethu?” Isaya 36:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngabaphi na phakathi kwabo bonke oothixo bala mazwe abaye balihlangula ilizwe labo esandleni sam+ ukuba ade uYehova ayihlangule iYerusalem esandleni sam?”’”+
5 Kamva waxelelwa ukumkani waseYiputa ukuba abantu babalekile. Yatshintsha ngoko nangoko intliziyo kaFaro neyabakhonzi bakhe ngokubhekisele kwabo bantu,+ baza bathi: “Siyenzele ntoni na le nto, yokusuka simndulule uSirayeli ebukhobokeni+ bethu?”
20 Ngabaphi na phakathi kwabo bonke oothixo bala mazwe abaye balihlangula ilizwe labo esandleni sam+ ukuba ade uYehova ayihlangule iYerusalem esandleni sam?”’”+