Eksodus 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nize ningashiyi nanye kuyo kude kuse, kodwa okuseleyo kuyo kwada kwasa nokutshisa ngomlilo.+ Mateyu 6:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngoko, musani ukuxhalela ingomso,+ kuba ingomso liya kuba namaxhala alo. Imini nganye inobayo ububi obuyilingeneyo.
34 Ngoko, musani ukuxhalela ingomso,+ kuba ingomso liya kuba namaxhala alo. Imini nganye inobayo ububi obuyilingeneyo.