Eksodus 16:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wathi uYehova kuMoses: “Uyabona, ndiya kuninisela isonka esivela emazulwini;+ yaye bamele baphume abantu, ngamnye abuthe isabelo sakhe semini,+ ukuze ndibavavanye enoba bohamba emthethweni wam kusini na.+ Eksodus 16:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wandula wathi kubo uMoses: “Makungabikho nabani na obeka umbeko.”+
4 Wathi uYehova kuMoses: “Uyabona, ndiya kuninisela isonka esivela emazulwini;+ yaye bamele baphume abantu, ngamnye abuthe isabelo sakhe semini,+ ukuze ndibavavanye enoba bohamba emthethweni wam kusini na.+