1 Kronike 22:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Khangela! Uya kuzalelwa+ unyana. Yena uya kuba yindoda yokuphumla, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kumnika ukuphumla kuzo zonke iintshaba zakhe macala onke;+ uya kuba nguSolomon+ igama lakhe, yaye ngemihla yakhe ndiya kumjizeka uSirayeli ngoxolo+ nokuzola. INdumiso 29:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UYehova uya kubanika amandla ngokwenene abantu bakhe.+UYehova uya kubasikelela ngoxolo abantu bakhe.+ Hagayi 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “‘Luya kuba lukhulu ngakumbi uzuko lwale ndlu yamva kunolo lweyangaphambili,’+ utsho uYehova wemikhosi. “‘Yaye ndiya kunikela uxolo kule ndawo,’+ utsho uYehova wemikhosi.” Filipi 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ziqheliseleni+ izinto enazifundayo naza nazamkela, naziva, nazibona kum; yaye uTHIXO woxolo+ uya kuba nani.
9 Khangela! Uya kuzalelwa+ unyana. Yena uya kuba yindoda yokuphumla, yaye ngokuqinisekileyo ndiya kumnika ukuphumla kuzo zonke iintshaba zakhe macala onke;+ uya kuba nguSolomon+ igama lakhe, yaye ngemihla yakhe ndiya kumjizeka uSirayeli ngoxolo+ nokuzola.
11 UYehova uya kubanika amandla ngokwenene abantu bakhe.+UYehova uya kubasikelela ngoxolo abantu bakhe.+
9 “‘Luya kuba lukhulu ngakumbi uzuko lwale ndlu yamva kunolo lweyangaphambili,’+ utsho uYehova wemikhosi. “‘Yaye ndiya kunikela uxolo kule ndawo,’+ utsho uYehova wemikhosi.”
9 Ziqheliseleni+ izinto enazifundayo naza nazamkela, naziva, nazibona kum; yaye uTHIXO woxolo+ uya kuba nani.