Eksodus 10:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Wathi uYehova kuMoses: “Yolula+ isandla sakho phezu kwelizwe laseYiputa, kunyuke iinkumbi zize ezweni laseYiputa, zibudle bonke utyani belo lizwe, yonke into eshiywe sisichotho.”+ IMizekeliso 30:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 iinkumbi+ azinakumkani, kanti zonke zizahlukanisa zibe ngamaqela;+ Isaya 33:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwaye ixhoba+ lenu okunene liya kuhlanganiswa njengamaphela xa ehlanganisana, njengokugxalathelana kweenkumbi.+
12 Wathi uYehova kuMoses: “Yolula+ isandla sakho phezu kwelizwe laseYiputa, kunyuke iinkumbi zize ezweni laseYiputa, zibudle bonke utyani belo lizwe, yonke into eshiywe sisichotho.”+
4 Kwaye ixhoba+ lenu okunene liya kuhlanganiswa njengamaphela xa ehlanganisana, njengokugxalathelana kweenkumbi.+