Levitikus 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ekugqibeleni wagalela inxalenye yeoli yokuthambisa kuAron entloko, wamthambisa ukuze angcwaliswe.+ Levitikus 21:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘Umbingeleli omkhulu phakathi kwabazalwana bakhe, ekuya kugalelwa ioli+ yokuthambisa entlokweni yakhe, nowamiselwayo ukuze azinxibe izambatho,+ makangayiyeki ingalungiswanga intloko yakhe,+ angazikrazuli izambatho zakhe.+ Luka 4:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Umoya kaYehova+ uphezu kwam, ngenxa yokuba undithambisele ukuvakalisa iindaba ezilungileyo kumahlwempu, undithumele ukushumayela inkululo kubathinjwa nokubuyiselwa kokubona kwiimfama, ukukhulula abo batyunyuziweyo,+ Hebhere 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wabuthanda ubulungisa, waza wakuthiya ukuchas’ umthetho. Kungenxa yoko le nto uThixo, uThixo wakho, ekuthambise+ ngeoli yemigcobo ngaphezu kwamaqabane akho.”+
12 Ekugqibeleni wagalela inxalenye yeoli yokuthambisa kuAron entloko, wamthambisa ukuze angcwaliswe.+
10 “‘Umbingeleli omkhulu phakathi kwabazalwana bakhe, ekuya kugalelwa ioli+ yokuthambisa entlokweni yakhe, nowamiselwayo ukuze azinxibe izambatho,+ makangayiyeki ingalungiswanga intloko yakhe,+ angazikrazuli izambatho zakhe.+
18 “Umoya kaYehova+ uphezu kwam, ngenxa yokuba undithambisele ukuvakalisa iindaba ezilungileyo kumahlwempu, undithumele ukushumayela inkululo kubathinjwa nokubuyiselwa kokubona kwiimfama, ukukhulula abo batyunyuziweyo,+
9 Wabuthanda ubulungisa, waza wakuthiya ukuchas’ umthetho. Kungenxa yoko le nto uThixo, uThixo wakho, ekuthambise+ ngeoli yemigcobo ngaphezu kwamaqabane akho.”+