IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 12:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ke kaloku uMiriyam noAron bathetha nxamnye noMoses ngenxa yomfazi womKushe awayemthabathile, kuba wayethabathe umfazi womKushe.+

  • Hebhere 4:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Umbingeleli omkhulu esinaye uyavelana+ nobuthathaka bethu, kuba naye wavavanywa ngandlela zonke njengathi, kodwa engenasono.+

  • Hebhere 7:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kuba ubesifanele kanye thina umbingeleli omkhulu onjengalo,+ onyanisekileyo,+ ongenabuqhokolo,+ ongadyobhekanga,+ owahluliweyo kuboni,+ waba ngaphezu kwawo amazulu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share