IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 20:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 “‘Nize niyigcine imimiselo yam yonke+ nezigwebo zam zonke,+ nizenze, ukuze linganihlanzi niphume ilizwe elo ndinisa kulo ukuba nihlale kulo.+

  • Duteronomi 4:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 “Ke kaloku, Sirayeli, yiphulaphule imimiselo nezigwebo endinifundisa zona ukuba nizenze, ukuze niphile,+ ningene nilidle ilifa ilizwe enilinikwa nguYehova uTHIXO wookhokho benu.

  • Duteronomi 4:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 Uze uyigcine imimiselo yakhe+ nemiyalelo yakhe endikuyalela yona namhlanje, ukuze kulunge kuwe+ nakoonyana bakho emva kwakho, ukuze uyandise imihla yakho emhlabeni akunika wona uYehova uThixo wakho,+ ngamaxesha onke.”

  • Roma 2:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngokomzekelo, bonke abo bona bengenamthetho baya kuthi kanjalo batshabalale bengenamthetho;+ kodwa bonke abo bona phantsi komthetho+ baya kugwetywa ngomthetho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share