INdumiso 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Akanyelisanga ngolwimi lwakhe.+Kwiqabane lakhe akenzanga nto imbi,+Yaye lowo usenyongweni kuye akamngcikivanga.+ IMizekeliso 11:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ohambahamba njengomnyelisi+ utyhila igqugula,+ kodwa omoya uthembekileyo uyawugubungela umbandela.+ 1 Timoti 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Abafazi bafanele ngokunjalo bandileke, banganyelisi,+ babe ngcathu+ ngokwemikhwa, bathembeke kwizinto zonke.+ 2 Timoti 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 abangenawo umsa wemvelo,+ abangayifuni kwaphela imvisiswano,+ abanyelisi,+ abangenakuzeyisa,+ iindlobongela, abangathandi kulunga,+ Tito 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngokunjalo abafazi abalupheleyo+ mabaziphathe ngokuhlonel’ uThixo, banganyelisi,+ bangakhotyokiswa yiwayini eninzi, mabafundise oko kulungileyo;
3 Akanyelisanga ngolwimi lwakhe.+Kwiqabane lakhe akenzanga nto imbi,+Yaye lowo usenyongweni kuye akamngcikivanga.+
13 Ohambahamba njengomnyelisi+ utyhila igqugula,+ kodwa omoya uthembekileyo uyawugubungela umbandela.+
11 Abafazi bafanele ngokunjalo bandileke, banganyelisi,+ babe ngcathu+ ngokwemikhwa, bathembeke kwizinto zonke.+
3 abangenawo umsa wemvelo,+ abangayifuni kwaphela imvisiswano,+ abanyelisi,+ abangenakuzeyisa,+ iindlobongela, abangathandi kulunga,+
3 Ngokunjalo abafazi abalupheleyo+ mabaziphathe ngokuhlonel’ uThixo, banganyelisi,+ bangakhotyokiswa yiwayini eninzi, mabafundise oko kulungileyo;