Numeri 5:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Enoba yindoda okanye libhinqa nifanele nibakhuphele ngaphandle. Mabakhutshelwe ngaphandle kwenkampu,+ ukuze bangazingcolisi+ iinkampu zabo ndimise umnquba phakathi kwabo.”+ Hebhere 13:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba imizimba yezo zilwanyana ezigazi lazo lingeniswa kwindawo engcwele ngumbingeleli omkhulu ngenxa yesono itshiselwa ngaphandle kwenkampu.+
3 Enoba yindoda okanye libhinqa nifanele nibakhuphele ngaphandle. Mabakhutshelwe ngaphandle kwenkampu,+ ukuze bangazingcolisi+ iinkampu zabo ndimise umnquba phakathi kwabo.”+
11 Kuba imizimba yezo zilwanyana ezigazi lazo lingeniswa kwindawo engcwele ngumbingeleli omkhulu ngenxa yesono itshiselwa ngaphandle kwenkampu.+