-
Yoshuwa 22:19INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
19 Ngoku ukuba eneneni ilizwe elililifa lenu alihlambulukanga,+ yiyani ngaphesheya kwilizwe likaYehova+ apho umnquba kaYehova uhleli khona,+ nize nihlale phakathi kwethu; yaye ningamvukeli uYehova kwaye ningasenzi nathi sibe ngabavukelayo ngokuthi nizakhele isibingelelo ukongezelela kwisibingelelo sikaYehova uThixo wethu.+
-