Numeri 34:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Bayalele oonyana bakaSirayeli, uthi kubo, ‘Ningena ezweni laseKanan.+ Lilo eli ilizwe eliya kuwela kuni njengelifa,+ ilizwe laseKanan ngokwemida yalo.+ Yoshuwa 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Dlulani phakathi enkampini nize niyalele abantu, nithi, ‘Zilungiseleleni umphako, kuba kwiintsuku ezintathu ukususela ngoku niza kuwela le Yordan ningene nize nilidle ilifa ilizwe uYehova uThixo wenu aninika lona ukuba nilidle ilifa.’”+
2 “Bayalele oonyana bakaSirayeli, uthi kubo, ‘Ningena ezweni laseKanan.+ Lilo eli ilizwe eliya kuwela kuni njengelifa,+ ilizwe laseKanan ngokwemida yalo.+
11 “Dlulani phakathi enkampini nize niyalele abantu, nithi, ‘Zilungiseleleni umphako, kuba kwiintsuku ezintathu ukususela ngoku niza kuwela le Yordan ningene nize nilidle ilifa ilizwe uYehova uThixo wenu aninika lona ukuba nilidle ilifa.’”+