Duteronomi 12:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uze ulumkele ukuba iminikelo yakho etshiswayo ungayinikeli kuyo nayiphi na enye indawo osenokuyibona.+ Duteronomi 12:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Uze wenze iminikelo yakho etshiswayo,+ inyama negazi,+ esibingelelweni sikaYehova uThixo wakho; yaye igazi lemibingelelo yakho ufanele uliphalazele esibingelelweni sikaYehova+ uThixo wakho, kodwa yona inyama ungayidla. Yoshuwa 22:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kamva abanye oonyana bakaSirayeli beva+ kusithiwa: “Khangela! Oonyana bakaRubhen noonyana bakaGadi nesiqingatha sesizwe sakwaManase bakhe isibingelelo kumda welizwe lakwaKanan kwimimandla yaseYordan kwicala loonyana bakaSirayeli.” 1 Kumkani 12:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngenxa yoko ukumkani waceba+ waza wenza amathole amabini enkomo ngegolide+ waza wathi ebantwini: “Yinkxamleko ukuba niye eYerusalem. Nanku uThixo wakho,+ Sirayeli, owakukhupha ezweni laseYiputa.”+
13 Uze ulumkele ukuba iminikelo yakho etshiswayo ungayinikeli kuyo nayiphi na enye indawo osenokuyibona.+
27 Uze wenze iminikelo yakho etshiswayo,+ inyama negazi,+ esibingelelweni sikaYehova uThixo wakho; yaye igazi lemibingelelo yakho ufanele uliphalazele esibingelelweni sikaYehova+ uThixo wakho, kodwa yona inyama ungayidla.
11 Kamva abanye oonyana bakaSirayeli beva+ kusithiwa: “Khangela! Oonyana bakaRubhen noonyana bakaGadi nesiqingatha sesizwe sakwaManase bakhe isibingelelo kumda welizwe lakwaKanan kwimimandla yaseYordan kwicala loonyana bakaSirayeli.”
28 Ngenxa yoko ukumkani waceba+ waza wenza amathole amabini enkomo ngegolide+ waza wathi ebantwini: “Yinkxamleko ukuba niye eYerusalem. Nanku uThixo wakho,+ Sirayeli, owakukhupha ezweni laseYiputa.”+