Eksodus 19:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngenyanga yesithathu emva kokuphuma koonyana bakaSirayeli ezweni laseYiputa,+ ngayo loo mini, bafika entlango yaseSinayi.+ Duteronomi 33:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wathi: “UYehova—wavela eSinayi,+Wakhazimla kwaSehire phezu kwabo.+Waqaqamba ekummandla weentaba wakwaParan,+Waye enamashumi amawaka angcwele,+Ekunene kwakhe ingamadoda akhe okulwa.+ IZenzo 7:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Nguye lowo+ waba phakathi kwebandla+ entlango kunye nengelosi+ eyathetha kuye eNtabeni yeSinayi kunye nookhokho bethu, yaye wamkela izibhengezo ezingcwele+ eziphilayo ukuze azinike nina.
19 Ngenyanga yesithathu emva kokuphuma koonyana bakaSirayeli ezweni laseYiputa,+ ngayo loo mini, bafika entlango yaseSinayi.+
2 Wathi: “UYehova—wavela eSinayi,+Wakhazimla kwaSehire phezu kwabo.+Waqaqamba ekummandla weentaba wakwaParan,+Waye enamashumi amawaka angcwele,+Ekunene kwakhe ingamadoda akhe okulwa.+
38 Nguye lowo+ waba phakathi kwebandla+ entlango kunye nengelosi+ eyathetha kuye eNtabeni yeSinayi kunye nookhokho bethu, yaye wamkela izibhengezo ezingcwele+ eziphilayo ukuze azinike nina.