Habhakuki 3:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Weza uThixo evela kwaTeman, Lowo Ungcwele evela kwiNtaba yakwaParan.+ Seʹlah.+ Isidima sakhe sagubungela amazulu;+ waza umhlaba wazaliswa yindumiso yakhe.+
3 Weza uThixo evela kwaTeman, Lowo Ungcwele evela kwiNtaba yakwaParan.+ Seʹlah.+ Isidima sakhe sagubungela amazulu;+ waza umhlaba wazaliswa yindumiso yakhe.+